UMsebenzi

UMsebenzi Apha guys siyaphilisana kwaye siyancedisana �

uMsebenzi Ka❤️ Njo Ma Ner
10/06/2022

uMsebenzi Ka❤️ Njo Ma Ner

23/05/2022

Impilo vel'injalo❤️

Sonke sisendimen ❤️ wonke ubani unendiima ebhekene naye 🔥 ngoko ke kmele wonke umntu agqibe indiima eyeyakhe❤️

Ungaze uphele mandla mtase ❤️ ngoba aykho Indiana engapheliyo kwanentsimi engahlakulekiyo ayikho🤞

Kodwa lentsimi inezigondi ezinzulu 💔 kwaye inemisele ekunzimq ukphuma kuyo wakungena 😔 but isphetho kukuphumelela ❤️😚

Ngoko ke ndinika ithemba lempumelelo ❤️ nokba ubhekene nayiphi into oyizamayo,, uzophumelela 😊 kodwa ke umzamo wakho,, woyamanise noThixo ukuze uphumelele😍
Good day ❤️

22/05/2022

uThixo mekakphakamisa 😚💯 akakphakamiseli kuthi uphakamele abanye abantu😊 ukphakamisela ukut uphakamise abanye abantu❤️

Please mtase ❤️ ungaze ulenze iphutha lokut uphakamele abanye abantu wakuba uphakanyisiwe wena🥺

Happy Sunday you all ❤️

21/05/2022

PART 2

UNGAZE UNDNIKE ITHEMBA LAMANGA 💔 MAQEDE UNDISHIYE KANJALO 🥺

Sebabaninzi kakhul abantu abandishiyileyo empilwen yam💔 ndihlale ndinethemba lokut Oneday kuyoqhamka iStranger sibe ngumnden kum🥺❤️ kwaye sibe yiyo yonke into endiyfunayo💯

So don't take that away from me👏💔 ngobuxoki bakho .. ngoba xa uzondnika ithemba lobuxoki qede undshiye kanjalo🤦 ubulala elothemba lam lokgciina 🥺 lokthemba omnye umntu oypfika emva kwakho😭

Nokut ndihlale ndinethemba lokba I'LL NEVER DIE ALONE. So xa uzozisa ithemba ithemba lenjabulo kumi🔥 qede undshiye ndilenga nje kanjalo😔 kufana nokut undbulele ndiphila😭

You just destroying the chance of trusting a stranger💔 bcz the truth, one of the strangers ,, ukhona ophethe inyaniso, njabulo neKsasa lami🥺

Juct don't give me hope🥺👏 and overcome 😔 Just don't 🙏

21/05/2022

Molweni bahlobo 😍 we're still together 😊

05/04/2022

Hey Guys 🔥 siselapha sonke

28/03/2022

Hey guys ❤️ ngithemba nisaphila ngomsa nothando 😊🔥 cela nje intsebenziswanto Jct like the Page 😚❤️

Cyprian 🔥💯uMsebenzi
25/03/2022

Cyprian 🔥💯

uMsebenzi

Konke esingakho kulePage 🔥
24/03/2022

Konke esingakho kulePage 🔥

Address

N70 Street 201
Bizana

Telephone

+27710664177

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when UMsebenzi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to UMsebenzi:

Share